Utshintsho kwindlela ejongeka ngayo i-Wikipedia.org
This article refers to a change to the Wikipedia.org portal page layout that went into production on August 16, 2016. You can view the blog post about it here. Please view this page to find out more about the Discovery Portal team's goals and work. |
Into esinqwenela ukuyenza
Iqumrhu Lobhaqo lingathanda ukutshintsha iphepha lamasango Wikipedia.org libe lolunye uhlobo olutsha. Oluhlobo lutsha lucelwayo luzakuba noe-"dropdowm menu" yokubonisa iilwimi zaku-Wikipedia indaweni yokuzidwelisa, njengokuba zidwelisiwe ngoku. Olitshintsho lubonakala lulolona lunengqondo kubantu abakha lamasango, kodwa sifufuna ukubuza izimvo negcebiso kuluntu.
Ingcinga ezikhuthaze olutshintsho
Siye saqhuba uhlolo-lubini ulungaqulunqwanga kwinyanga yeSilimela ngo-2016. Luye lwabonisa ukuba abakhenkethi abaninzi banokucofa ezinye ii-link ezikwelophepha ukuba bayakwazi ukuzibona ngaphandle kokudinga ukuhl'benyuka. Eliqela lee-link eziku-'Ezinye' liquka ii-link zeminye imisebenzi ehlobeneyo etshintshiweyo.
Siye saluchaza uhlalutyo loluhlolo apha, ushwankathelo ulubalulekileyo luloluhlobo:
- Enye yenjongo zequmrhu Lobhaqo kuMasango e-Wikipedia kukwenza u-Wikipedia.org abeyindawo ememayo. Into ibihlupha xa siyijonge ngamehlo umsebenzisi we-Wikipedia, ibibubukhulu bendawo enee-link ku-Wikipedia wazo zonke iilwimi ezahlukeneyo. Besinexhala lokuba ingangumthamo omkhulu kubasebenzisi abafika be-Wikipedia. Sicebisa ukutshintsha indlela eyakhiwe ngayo apho lendawo izakubakho kubantu abayifunayo futhi yakhiwe ngokucocekileyo nangendlela yodweliso.
- Siqhube uhlolo-lubini olungaqulunqwanga lweveki kuba sifuna ukubona indima edlalwe lolutshintsho, ukuqala nge-6 ukuyokutsho nge-14 kweyeSilimela kunyaka ka-2016. Iqela ilihloliweyo belinamalungu ayi-3019 yabasebenzisi bale itshintshiweyo ngelixa eqela labasebenzisi bale ingatshintshwanga bebeyi-2560.
- Sifumene ukuba iqela leliphepha linotshintsho libenomdla oyi-3.64% ubuninzi wokusebenzisa eliphpha futhi benamatyeli angu-1.07 okusebenzisa eliphephe kuneliqela linganatshintsho. Nangona amaqela omabini ayifumene i-link enelwimi, abasenzisi beliqela lephepha elinotshintsho i-6.82% ibonise umdla wokundwendwela i-Wikipedia engolwimi abalithandayo kunelinye iqela eli (Ityeli elingu-1.09 ubuninzi).
- Ezona njongozethu zolutshintsho yakukuhlisa izinga lokuy'umva (sinyuse izinga lokuyisebenzisa). Sibone utshintsho oluninzi kwindlela abantu abalisebenzisa ngalo eliphepha xa benikwe ecolileyo, lonto ichaza ukuthi masiqhubeke nolutshintsho.
Siliyeke iphapaha linjanlo - thuba lelwimi ezidweliswe ngoninzi lopapasho lwazo kwi-dropdown. Lonto yenzela ukuthi abahleli abaqhelileyo bakwazi ukubona ukuba ulwimi abaluthandayo lundawoni kwizibalo zopapasho.
Lento izakunceda bani?
Abantu abazakuncedakala kakhulu ngabanto abandwendwela iphephe lamasango e-Wikipedia, ingakumbu abo basebenzisa ifowuni. Njengokuba izinga lokusetyenziswa kwefowuni linyuka kwilizwe jikelele ntsuku nantsuku, sifuna ukubanephepha elilula ukulisebenzisela lento ifunwa ngabasebenzisi: Ukuphengulula, ukukhetha olunye ulwimi okanye ukundwendwela omnye umsebenzi ohlobene ne-Wikipedia.
Uncedo ne-Mbethakalo
Uncedo
- Ibonisa bhetele
- Imisebenzi ehlobeneyo ibonakala kakhulu
Imbethakalo
- Kuzabanzima (ngokudingeka ukuba ucofe enye into) ukuzibona zonke iilwimi ezidweliswe ngobuninzi bopapasho
[indala]Into elandilayo edingwa leliqumrhu
Ixesha lezimvo zenu LIPHELILE! Enkosi ngengcebiso nentlomlo zenu!
Singathanda ukuba uluntu olunomdla lusinike izimvo kutshintsho lwephepha losango lika-Wikipedia. Sicinga lutshintsho oluhle kakhulu kwiphepha esilisebenzisayo nesilithanda, kodwa sifuna ukuqiniseka ukuba abanye abantu bacinga njalo nabo.
Okuninzi ngosango le-Wikipedia kufuneka apha nodweliso lweentlolo-mbini ezingaqulunqwanga ezinziweyo.
Inkqubo yomsebenzi wange-14 kweyeKhala, 2016 Sisandokugqiba uphenyo lolugalelo ngokuthetha nabathathi nkxaxhebo kwimibuzo ngezimvo zabo, funda yonke apha
Ii-draft zemiboniso yohlolo-lubini ulungaqulunqwanga
-
Iilwimi ngobuninzi bopapasho kwikhompuyutha
-
Usango lwe-Wikipedia - i-dropdown yeelwimi kwikhompuyutha
-
Usango lwe-Wikipedia - uhlolo lokuwa kwemipapasho ngeelwimi, umboniso kwifowuni phambi kokucofa iqhosha
-
Usango lwe-Wikipedia - uhlolo lokuwa kwemipapasho ngeelwimi, umboniso kwifowuni emva kokucofa iqhosha
-
Iqhosha lezinye iilwimi kusango le-Wikipedia.org