Fréttinga

This page is a translated version of the page Fréttinga and the translation is 64% complete.
Outdated translations are marked like this.
Other languages:
Bahasa Indonesia • ‎Bahasa Melayu • ‎Deutsch • ‎English • ‎Latina • ‎Lëtzebuergesch • ‎Nederlands • ‎Tagalog • ‎Türkçe • ‎dansk • ‎español • ‎français • ‎hrvatski • ‎isiXhosa • ‎italiano • ‎magyar • ‎norsk bokmål • ‎polski • ‎português • ‎português do Brasil • ‎sicilianu • ‎svenska • ‎čeština • ‎Ελληνικά • ‎български • ‎русский • ‎ייִדיש • ‎मराठी • ‎हिन्दी • ‎বাংলা • ‎தமிழ் • ‎မြန်မာဘာသာ • ‎中文 • ‎日本語

i-Fréttinga yingingqi encinci ese-MungoLand, efumaneka kwisiqithi i-BaMungo. Kuhlala inani labantu abayi-400. Inozolimo nokuloba okuncinci ukuqhubekayo futhi abandwendweli bathanda ukuyindwendwela ehlotyeni. Inamanweme amahle anentanka zolwandle ezininzi. It hosts a population of about 400 people. It has some agriculture and fishing and tourists like to visit it in the summer time. It has marvelous beaches with a lot of seagulls.

Indlela ebonakala ngayo i-Fréttinga

Iinkonzo

Ayinankozo zininzi. Kukho ivenkile nesikhephekazi esindwendwela esisiqithi kanye ngosuku sisuka kuzwenkulu.

ngo-2009 kweyoMqungu umafulelo wecawa wesisisqithi wawa phantsi. Waye waphindwa wakhiwa ngoncediswano kwihlobo elilandelayo.

Iminyhadala ephambili:

  • Ukuwa kwesafulelo secawa ngo-2009
  • Ukwakhiwa kwecawa entsha ngo-1877